IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Filipi 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 nihleli nibambelele ngokuqinileyo kwilizwi lobomi,+ ukuze ndibe nesizathu sokugcoba ngemini kaKristu,+ ngokuba ndingabalekelanga ilize okanye ndasebenza nzima ngokulilize.+

  • 1 Tesalonika 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kuba liyintoni na ithemba lethu novuyo lwethu nesithsaba+ sokugcoba kwethu phambi kweNkosi yethu uYesu ebudeni bobukho bayo?+ Asinini yini na?

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share