IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Waza wathi uKayin kuYehova: “Isohlwayo sesiphoso sam sikhulu kakhulu ukuba ndingasithwala.

  • Mateyu 27:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngoko wawaphosa amaqhosha esilivere etempileni waza wemka, waya kuzixhoma.+

  • Hebhere 12:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kanjalo niyazi ukuba emva koko xa wayefuna ukuyidla ilifa intsikelelo+ wagatywa,+ kuba, nangona wayefuna ngenyameko ukutshintsha ingqondo eneenyembezi,+ akalifumananga ithuba loko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share