1 Korinte 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ezi zinto sikwazithetha, kungekhona ngamazwi afundiswa ngobulumko babantu,+ kodwa ngalawo afundiswa ngomoya,+ njengoko sidibanisa imibandela yokomoya namazwi okomoya.+
13 Ezi zinto sikwazithetha, kungekhona ngamazwi afundiswa ngobulumko babantu,+ kodwa ngalawo afundiswa ngomoya,+ njengoko sidibanisa imibandela yokomoya namazwi okomoya.+