Roma 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+ Filipi 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ndaluka ngomhla wesibhozo,+ ndiphuma kumnombo wentsapho yakwaSirayeli, kwisizwe sakwaBhenjamin,+ ndingumHebhere ozelwe kumaHebhere;+ ngokomthetho ndingumFarisi;+
11 Ndiyabuza, ke ngoko, uThixo akazange abagatye abantu bakhe, andibi kunjalo?+ Nakanye! Kuba nam ndingumSirayeli,+ wembewu ka-Abraham, wesizwe sikaBhenjamin.+
5 ndaluka ngomhla wesibhozo,+ ndiphuma kumnombo wentsapho yakwaSirayeli, kwisizwe sakwaBhenjamin,+ ndingumHebhere ozelwe kumaHebhere;+ ngokomthetho ndingumFarisi;+