1 Yohane 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa ke nina niye nathanjiswa ngulowo ungcwele;+ ngoko ke nonke ninolwazi.+ 1 Yohane 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ke nina, njengoko enithambisile,+ akukho mfuneko yokuba nifundiswe nangubani na;+ kodwa, ekubeni ngokunithambisa kwakhe enifundise zonke izinto,+ yaye imfundiso yakhe iyinyaniso+ ingebobuxoki, hlalani ke nimanyene+ naye.
27 Ke nina, njengoko enithambisile,+ akukho mfuneko yokuba nifundiswe nangubani na;+ kodwa, ekubeni ngokunithambisa kwakhe enifundise zonke izinto,+ yaye imfundiso yakhe iyinyaniso+ ingebobuxoki, hlalani ke nimanyene+ naye.