2 Timoti 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela, siya kulawula ndawonye njengookumkani;+ ukuba siyakhanyela,+ naye uya kusikhanyela; 1 Petros 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kaloku, kwanoKristu olilungisa wafa kwaba kanye ngenxa yezono,+ efela abo bangengomalungisa,+ ukuze anikhokelele kuThixo,+ ebulewe esenyameni,+ kodwa wenziwa waphila esemoyeni.+
12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela, siya kulawula ndawonye njengookumkani;+ ukuba siyakhanyela,+ naye uya kusikhanyela;
18 Kaloku, kwanoKristu olilungisa wafa kwaba kanye ngenxa yezono,+ efela abo bangengomalungisa,+ ukuze anikhokelele kuThixo,+ ebulewe esenyameni,+ kodwa wenziwa waphila esemoyeni.+