1 Korinte 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Thina sizizidenge+ ngenxa kaKristu, kodwa nina niziingqondi+ kuKristu; thina sibuthathaka,+ kodwa nina nomelele;+ nina nidume kakuhle,+ kodwa thina sisekuhlazekeni.+
10 Thina sizizidenge+ ngenxa kaKristu, kodwa nina niziingqondi+ kuKristu; thina sibuthathaka,+ kodwa nina nomelele;+ nina nidume kakuhle,+ kodwa thina sisekuhlazekeni.+