Yohane 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UYesu wathi kuye: “Musa ukunamathela kum. Kuba andikenyuki ndiye kuBawo. Kodwa hamba uye kubazalwana bam+ uze uthi kubo, ‘Ndinyukela kuBawo+ noYihlo nakuThixo wam+ noThixo wenu.’”+ Efese 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 mnye uThixo+ noYise wabo bonke abantu, ophezu kwabo bonke nangabo bonke nakubo bonke.
17 UYesu wathi kuye: “Musa ukunamathela kum. Kuba andikenyuki ndiye kuBawo. Kodwa hamba uye kubazalwana bam+ uze uthi kubo, ‘Ndinyukela kuBawo+ noYihlo nakuThixo wam+ noThixo wenu.’”+