IZenzo 16:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko badlula eMisiya baza behla baya eTrowa.+ IZenzo 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kodwa sahamba ngolwandle sisuka eFilipi emva kwemihla yamaqebengwana angenagwele,+ saza saya kubo eTrowa+ kwiintsuku ezintlanu; yaye apho sachitha iintsuku ezisixhenxe.
6 kodwa sahamba ngolwandle sisuka eFilipi emva kwemihla yamaqebengwana angenagwele,+ saza saya kubo eTrowa+ kwiintsuku ezintlanu; yaye apho sachitha iintsuku ezisixhenxe.