Roma 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ngenxa yokuba siyazi ukuba ubuntu bethu obudala babethelelwa kunye naye,+ ukuze umzimba wethu onesono wenziwe ungasebenzi,+ ukuze singabi saqhubeka singamakhoboka esono.+ Galati 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Abo ke bangabakaKristu Yesu bayibethelele inyama kunye neenkanuko neminqweno yayo.+ Galati 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Mna ke andingi ndingaqhayisa nganto, ngaphandle kwangesibonda sentuthumbo+ seNkosi yethu uYesu Kristu, ekuthe ngayo ihlabathi laba njengelibethelelweyo kum,+ nam ndaba njengobethelelweyo kulo ihlabathi.
6 ngenxa yokuba siyazi ukuba ubuntu bethu obudala babethelelwa kunye naye,+ ukuze umzimba wethu onesono wenziwe ungasebenzi,+ ukuze singabi saqhubeka singamakhoboka esono.+
14 Mna ke andingi ndingaqhayisa nganto, ngaphandle kwangesibonda sentuthumbo+ seNkosi yethu uYesu Kristu, ekuthe ngayo ihlabathi laba njengelibethelelweyo kum,+ nam ndaba njengobethelelweyo kulo ihlabathi.