Galati 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa ngoku nakuba nifikelele ekumazini uThixo, okanye kunoko ekubeni ngoku nifikelele ekwaziweni nguThixo,+ kwenzeka njani ukuba nibuyele kwakhona kwizinto eziziziqalelo ezibuthathaka+ nezingento+ nize nifune ukuba ngamakhoboka azo kwakhona?+
9 Kodwa ngoku nakuba nifikelele ekumazini uThixo, okanye kunoko ekubeni ngoku nifikelele ekwaziweni nguThixo,+ kwenzeka njani ukuba nibuyele kwakhona kwizinto eziziziqalelo ezibuthathaka+ nezingento+ nize nifune ukuba ngamakhoboka azo kwakhona?+