Yoweli 2:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Kuya kuthi emva koko ndithululele umoya wam+ phezu kwalo lonke uhlobo lwenyama,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuprofeta oonyana benu neentombi zenu.+ Wona ke amadoda enu amadala, aya kuphupha amaphupha. Bona ke abafana benu, baya kubona imibono.
28 “Kuya kuthi emva koko ndithululele umoya wam+ phezu kwalo lonke uhlobo lwenyama,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuprofeta oonyana benu neentombi zenu.+ Wona ke amadoda enu amadala, aya kuphupha amaphupha. Bona ke abafana benu, baya kubona imibono.