2 Korinte 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba, ngokunjalo, ukuba uthile uyeza aze ashumayele uYesu ongenguye lowo samshumayelayo,+ okanye namkela umoya ongenguwo lowo nawamkelayo,+ okanye iindaba ezilungileyo+ ezingezizo ezo nazamkelayo, nimnyamezela ngokulula.+ Galati 5:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Benibaleka kakuhle.+ Ngubani onithinteleyo ekuqhubekeni nithobela inyaniso?+
4 Kuba, ngokunjalo, ukuba uthile uyeza aze ashumayele uYesu ongenguye lowo samshumayelayo,+ okanye namkela umoya ongenguwo lowo nawamkelayo,+ okanye iindaba ezilungileyo+ ezingezizo ezo nazamkelayo, nimnyamezela ngokulula.+