Mateyu 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Khangela! Kwakukho ilizwi+ eliphuma emazulwini lisithi: “Lo nguNyana wam,+ oyintanda,+ endikholisiweyo nguye.”+ Yohane 8:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Wathi uYesu kuwo: “Ukuba uThixo ebenguYihlo, ngenindithanda,+ kuba ndilapha+ nje ndiphuma kuThixo. Andizizelanga ngokwam, kodwa ndithunywe Nguye.+
17 Khangela! Kwakukho ilizwi+ eliphuma emazulwini lisithi: “Lo nguNyana wam,+ oyintanda,+ endikholisiweyo nguye.”+
42 Wathi uYesu kuwo: “Ukuba uThixo ebenguYihlo, ngenindithanda,+ kuba ndilapha+ nje ndiphuma kuThixo. Andizizelanga ngokwam, kodwa ndithunywe Nguye.+