Roma 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Akuphelelanga apho, kodwa nathi thina banentlahlela,+ oko kukuthi, umoya, ewe, nathi siyagcuma,+ ngoxa silinde ngenyameko ukwenziwa oonyana,+ ukukhululwa kwimizimba yethu ngentlawulelo.
23 Akuphelelanga apho, kodwa nathi thina banentlahlela,+ oko kukuthi, umoya, ewe, nathi siyagcuma,+ ngoxa silinde ngenyameko ukwenziwa oonyana,+ ukukhululwa kwimizimba yethu ngentlawulelo.