Numeri 18:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yaye nimele nikudlele oko kuyo yonke indawo, nina nezindlu zenu, kuba ngumvuzo wenu lowo ngenxa yenkonzo yenu ententeni yokuhlangana.+ Mateyu 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 okanye ingxowa yokutya yohambo, okanye izambatho zangaphantsi ezibini, okanye iimbadada okanye umsimelelo; kuba umsebénzi ufanelwe kukutya kwakhe.+ 1 Korinte 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngale ndlela, kwanayo, iNkosi yamisela+ ukuba abo babhengeza iindaba ezilungileyo baphile ngazo iindaba ezilungileyo.+
31 Yaye nimele nikudlele oko kuyo yonke indawo, nina nezindlu zenu, kuba ngumvuzo wenu lowo ngenxa yenkonzo yenu ententeni yokuhlangana.+
10 okanye ingxowa yokutya yohambo, okanye izambatho zangaphantsi ezibini, okanye iimbadada okanye umsimelelo; kuba umsebénzi ufanelwe kukutya kwakhe.+
14 Ngale ndlela, kwanayo, iNkosi yamisela+ ukuba abo babhengeza iindaba ezilungileyo baphile ngazo iindaba ezilungileyo.+