2 Korinte 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uThixo wathi: “Ukukhanya makukhanye ebumnyameni,”+ yaye uye wakhanya ezintliziyweni zethu ukuze azikhanyisele+ ngolwazi oluzukileyo+ lukaThixo ngobuso bukaKristu.+
6 Kuba uThixo wathi: “Ukukhanya makukhanye ebumnyameni,”+ yaye uye wakhanya ezintliziyweni zethu ukuze azikhanyisele+ ngolwazi oluzukileyo+ lukaThixo ngobuso bukaKristu.+