Mateyu 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waphendula uYesu wathi kuye: “Unoyolo, Simon nyana kaYona, kuba oku akukutyhilelwanga yinyama negazi, kodwa nguBawo osemazulwini.+
17 Waphendula uYesu wathi kuye: “Unoyolo, Simon nyana kaYona, kuba oku akukutyhilelwanga yinyama negazi, kodwa nguBawo osemazulwini.+