Yohane 1:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Wamsa kuYesu. Uthe uYesu akumjonga+ wathi: “Wena unguSimon+ unyana kaYohane;+ uya kubizwa ngokuba unguKefas” (eliguqulelwa ngokuthi Petros).+ 1 Korinte 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 wabonakala kuKefas,+ nakwabalishumi elinesibini.+
42 Wamsa kuYesu. Uthe uYesu akumjonga+ wathi: “Wena unguSimon+ unyana kaYohane;+ uya kubizwa ngokuba unguKefas” (eliguqulelwa ngokuthi Petros).+