IZenzo 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UPawulos wafuna ukuhamba naye, waza wamthabatha wamalusa+ ngenxa yamaYuda awayekwezo ndawo, kuba onke ayesazi ukuba uyise ngumGrike.
3 UPawulos wafuna ukuhamba naye, waza wamthabatha wamalusa+ ngenxa yamaYuda awayekwezo ndawo, kuba onke ayesazi ukuba uyise ngumGrike.