IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 8:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 niya kuyazi inyaniso,+ yaye inyaniso iya kunikhulula.”+

  • Yohane 8:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Ngoko ke ukuba uNyana uyanikhulula, okunene niya kukhululeka.+

  • 2 Korinte 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ke kaloku uYehova unguMoya;+ yaye apho ukhoyo umoya+ kaYehova,+ kukho inkululeko.+

  • Galati 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yiyo ke leyo inkululeko uKristu awasikhululela kuyo.+ Ngoko ke yimani nkqi,+ ningaphindeli kwakhona kwidyokhwe yobukhoboka.+

  • 1 Petros 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yibani njengabantu abakhululekileyo,+ ukanti ningayithabathi inkululeko yenu, njengesigqubuthelo sobubi,+ kodwa njengamakhoboka kaThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share