IZenzo 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Njengoko babelungiselela esidlangalaleni+ kuYehova yaye bezila ukutya, umoya oyingcwele wathi: “Kubo bonke abantu ndibekeleni uBharnabhas noSawule+ bucala ngenxa yomsebenzi endibabizele wona.” IZenzo 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 sifikelele kwisivumelwano ngamxhelo mnye+ yaye kukholekile kuthi ukunyula amadoda okuwathuma kuni ndawonye nabo baziintandane kuthi, uBharnabhas noPawulos,+
2 Njengoko babelungiselela esidlangalaleni+ kuYehova yaye bezila ukutya, umoya oyingcwele wathi: “Kubo bonke abantu ndibekeleni uBharnabhas noSawule+ bucala ngenxa yomsebenzi endibabizele wona.”
25 sifikelele kwisivumelwano ngamxhelo mnye+ yaye kukholekile kuthi ukunyula amadoda okuwathuma kuni ndawonye nabo baziintandane kuthi, uBharnabhas noPawulos,+