1 Yohane 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 kona oko siye sakubona saza sakuva sikwanixelela ngako,+ ukuze nani nabelane nathi kuko.+ Ngapha koko, koku kwabelana+ kwethu sikunye noBawo noNyana wakhe uYesu Kristu.+
3 kona oko siye sakubona saza sakuva sikwanixelela ngako,+ ukuze nani nabelane nathi kuko.+ Ngapha koko, koku kwabelana+ kwethu sikunye noBawo noNyana wakhe uYesu Kristu.+