2 Tesalonika 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Noko ke, simelwe kukuhlala simbulela uThixo ngenxa yenu, bazalwana, abathandiweyo nguYehova, kuba uThixo waninyula+ kwasekuqaleni ukuze nisindiswe ngokungcwaliswa+ ngomoya+ nangokholo lwenu enyanisweni.+ 1 Petros 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngokokwazi kwangaphambili kukaThixo uBawo,+ ngokungcwaliswa ngomoya,+ ngenjongo yokuba babe ngabathobelayo yaye befefwe+ ngegazi likaYesu Kristu:+ Ngamana kungandiswa kuni ububele obungasifanelanga noxolo.+
13 Noko ke, simelwe kukuhlala simbulela uThixo ngenxa yenu, bazalwana, abathandiweyo nguYehova, kuba uThixo waninyula+ kwasekuqaleni ukuze nisindiswe ngokungcwaliswa+ ngomoya+ nangokholo lwenu enyanisweni.+
2 ngokokwazi kwangaphambili kukaThixo uBawo,+ ngokungcwaliswa ngomoya,+ ngenjongo yokuba babe ngabathobelayo yaye befefwe+ ngegazi likaYesu Kristu:+ Ngamana kungandiswa kuni ububele obungasifanelanga noxolo.+