Mateyu 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waphendula uYesu wathi kuye: “Unoyolo, Simon nyana kaYona, kuba oku akukutyhilelwanga yinyama negazi, kodwa nguBawo osemazulwini.+ Efese 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 yaye nakhelwe phezu kwesiseko+ sabapostile+ nabaprofeti,+ ngoxa uKristu Yesu ngokwakhe elilitye lembombo lesiseko.+
17 Waphendula uYesu wathi kuye: “Unoyolo, Simon nyana kaYona, kuba oku akukutyhilelwanga yinyama negazi, kodwa nguBawo osemazulwini.+
20 yaye nakhelwe phezu kwesiseko+ sabapostile+ nabaprofeti,+ ngoxa uKristu Yesu ngokwakhe elilitye lembombo lesiseko.+