Marko 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kungenxa yoko le nto ndinixelelayo ukuba, Zonke izinto enizithandazelayo nizicele yibani nokholo lokuba sele nizamkele ngokoqobo, yaye niya kuba nazo.+ 1 Korinte 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa kanye njengoko kubhaliwe: “Iliso alizibonanga nendlebe ayizivanga, zingathelekelelwanga nasentliziyweni yomntu izinto uThixo azilungisele abo bamthandayo.”+
24 Kungenxa yoko le nto ndinixelelayo ukuba, Zonke izinto enizithandazelayo nizicele yibani nokholo lokuba sele nizamkele ngokoqobo, yaye niya kuba nazo.+
9 Kodwa kanye njengoko kubhaliwe: “Iliso alizibonanga nendlebe ayizivanga, zingathelekelelwanga nasentliziyweni yomntu izinto uThixo azilungisele abo bamthandayo.”+