IZenzo 13:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 “Makwazeke ke ngoko kuni, bazalwana, ukuba ngaye Lowo kuvakaliswa kuni uxolelo lwezono;+ Kolose 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ekuthe ngaye sakukhululwa ngentlawulelo, saxolelwa izono zethu.+ Kolose 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngapha koko, nakuba nanifile kwizigqitho zenu nakwimo yokungaluki kwenyama yenu, uThixo wanenza naphila ndawonye naye.+ Wasixolela ngobubele zonke izigqitho zethu+
13 Ngapha koko, nakuba nanifile kwizigqitho zenu nakwimo yokungaluki kwenyama yenu, uThixo wanenza naphila ndawonye naye.+ Wasixolela ngobubele zonke izigqitho zethu+