Roma 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ke masingabi sagwebana,+ kodwa kunoko zenzeleni esi sigqibo,+ sokuba ningamkhubekisi+ umzalwana+ okanye nimwise. Roma 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuhle ukuba ungatyi nyama okanye ungaseli wayini okanye ungenzi nantoni na emkhubekisayo umzalwana wakho.+
13 Ngoko ke masingabi sagwebana,+ kodwa kunoko zenzeleni esi sigqibo,+ sokuba ningamkhubekisi+ umzalwana+ okanye nimwise.
21 Kuhle ukuba ungatyi nyama okanye ungaseli wayini okanye ungenzi nantoni na emkhubekisayo umzalwana wakho.+