Kolose 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Umbuliso lo ubhalwa ndim, mna Pawulos, ngesandla sam.+ Qhubekani niyikhumbula imixokelelwane yam yentolongo.+ Ububele obungasifanelanga mabube nani.
18 Umbuliso lo ubhalwa ndim, mna Pawulos, ngesandla sam.+ Qhubekani niyikhumbula imixokelelwane yam yentolongo.+ Ububele obungasifanelanga mabube nani.