Efese 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Mna, ke ngoko, endilibanjwa+ eNkosini, ndiyanibongoza ukuba nihambe ngokulufaneleyo+ ubizo enabizwa ngalo,+ Kolose 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ukuze nihambe ngokumfaneleyo+ uYehova+ nize nimkholise ngokupheleleyo njengoko niqhubeka nivelisa isiqhamo kuwo wonke umsebenzi olungileyo+ lusanda nolwazi lwenu oluchanileyo+ ngoThixo,
4 Mna, ke ngoko, endilibanjwa+ eNkosini, ndiyanibongoza ukuba nihambe ngokulufaneleyo+ ubizo enabizwa ngalo,+
10 ukuze nihambe ngokumfaneleyo+ uYehova+ nize nimkholise ngokupheleleyo njengoko niqhubeka nivelisa isiqhamo kuwo wonke umsebenzi olungileyo+ lusanda nolwazi lwenu oluchanileyo+ ngoThixo,