IZenzo 4:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Ngaphezu koko, inkitha yabo babekholiwe yayintliziyo-nye, imphefumlo-mnye,+ yaye kwakungekho namnye owayengathi yeyakhe nayiphi na kwizinto awayenazo; kodwa babenazo zonke izinto ngokufanayo.+ Roma 15:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ukuze ngamxhelo mnye+ nimzukise ngamlomo mnye uThixo noYise weNkosi yethu uYesu Kristu. 1 Korinte 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku ndiyanibongoza,+ bazalwana, ngegama+ leNkosi yethu uYesu Kristu ukuba nonke nithethe ngokuvumelanayo,+ nokuba kungabikho kwahlukana+ phakathi kwenu, kodwa nimanyane engqondweni enye nasengcamangweni enye.+ Efese 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 nikuzabalazela ngokunyamekileyo ukugcina ubunye bomoya kumxokelelwane omanyanisayo woxolo.+
32 Ngaphezu koko, inkitha yabo babekholiwe yayintliziyo-nye, imphefumlo-mnye,+ yaye kwakungekho namnye owayengathi yeyakhe nayiphi na kwizinto awayenazo; kodwa babenazo zonke izinto ngokufanayo.+
10 Ke kaloku ndiyanibongoza,+ bazalwana, ngegama+ leNkosi yethu uYesu Kristu ukuba nonke nithethe ngokuvumelanayo,+ nokuba kungabikho kwahlukana+ phakathi kwenu, kodwa nimanyane engqondweni enye nasengcamangweni enye.+