Roma 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba ukuba waye wagawulwa kumnquma ongowasendle ngemvelo waza ngokwahlukileyo kwimvelo wamiliselwa+ kumnquma wasemyezweni, kuya kuba kangakanani na ke ngaba bangabemvelo ukumiliselwa kumnquma wabo!+
24 Kuba ukuba waye wagawulwa kumnquma ongowasendle ngemvelo waza ngokwahlukileyo kwimvelo wamiliselwa+ kumnquma wasemyezweni, kuya kuba kangakanani na ke ngaba bangabemvelo ukumiliselwa kumnquma wabo!+