IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Efese 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ekhanyiselwe+ amehlo entliziyo yenu,+ ukuze nikwazi oko likuko ithemba+ anibizele kulo, oko bukuko ubutyebi+ obuzukileyo anabo njengelifa labo bangcwele,+

  • 2 Timoti 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko ke ndibekelwe isithsaba sobulungisa,+ eya kuthi iNkosi, umgwebi olilungisa,+ indinike sona njengomvuzo+ ngaloo mini,+ kanti ingendim kuphela, kodwa kwanabo bonke abo bakuthandayo ukubonakaliswa kwayo.

  • Hebhere 6:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Eli themba+ sinalo elifana neankile yomphefumlo, liqinisekile yaye liqinile, lide lifikelele ngaphaya kwekhuselo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share