Mateyu 25:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Xa uNyana womntu+ efika esebuqaqawulini bakhe, nazo zonke iingelosi zikunye naye,+ uya kwandula ke ahlale phantsi kwitrone yakhe yobuqaqawuli.+ Marko 8:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kuba nabani na oba neentloni ngam nangamazwi am kwesi sizukulwana sikrexezayo nesinesono, noNyana womntu uya kuba neentloni+ ngaye xa efika esebuqaqawulini bukaYise kunye neengelosi ezingcwele.”+ Yuda 14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kambe ke, uEnoki,+ ongowesixhenxe ukususela kuAdam, waprofeta ngabo, esithi: “Khangela! UYehova weza enamashumi amawaka akhe angcwele,+
31 “Xa uNyana womntu+ efika esebuqaqawulini bakhe, nazo zonke iingelosi zikunye naye,+ uya kwandula ke ahlale phantsi kwitrone yakhe yobuqaqawuli.+
38 Kuba nabani na oba neentloni ngam nangamazwi am kwesi sizukulwana sikrexezayo nesinesono, noNyana womntu uya kuba neentloni+ ngaye xa efika esebuqaqawulini bukaYise kunye neengelosi ezingcwele.”+
14 Kambe ke, uEnoki,+ ongowesixhenxe ukususela kuAdam, waprofeta ngabo, esithi: “Khangela! UYehova weza enamashumi amawaka akhe angcwele,+