IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 13:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kwathi ke xa baleleyo abantu, kwafika utshaba lwakhe lwahlwayela ukhula phakathi kwengqolowa, lwemka.

  • 1 Timoti 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Noko ke, ilizwi eliphefumlelweyo lithi ngokuqinisekileyo kuya kubakho ixesha+ laxa abathile beya kuphambuka+ elukholweni, benikela ingqalelo kumazwi aphefumlelweyo alahlekisayo+ nakwiimfundiso zeedemon,+

  • 2 Timoti 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Bona kanye aba bantu baye baphambuka enyanisweni,+ besithi uvuko selufikile;+ yaye bayalubhukuqa ukholo lwabathile.+

  • 2 Timoti 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba kuya kubakho ixesha laxa bengayi kuyinyamezela imfundiso ephilileyo,+ kodwa basuke ngokweminqweno yabo baziqwebele abafundisi bokubanyumbaza iindlebe;+

  • 2 Petros 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Noko ke, kwakukho abaprofeti bobuxoki phakathi kwabantu, njengoko naphakathi kwenu kuya kubakho abafundisi bobuxoki.+ Bona kanye aba baya kungenisa ngasese amahlelo atshabalalisayo yaye baya kumkhanyela nomnini owabathengayo,+ bezizisela intshabalalo ekhawulezileyo.

  • 1 Yohane 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Bantwana abaselula, sekulilixa lokugqibela,+ yaye, kanye njengoko nevayo ukuba umchasi-Kristu uyeza,+ nangoku sebevele babaninzi abachasi-Kristu;+ nto leyo esenza sazi ukuba sekulilixa lokugqibela.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share