1 Tesalonika 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Noko ke, ngokubhekisele kuthando lobuzalwana,+ akuyomfuneko ukuba sinibhalele, kuba nani ngokwenu nifundisiwe nguThixo+ ukuba nithandane;+ 1 Petros 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoku njengoko niyisulungekisile+ imiphefumlo yenu ngokuthobela kwenu inyaniso okuphumela kumsa wobuzalwana+ ongenaluhanahaniso, thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+
9 Noko ke, ngokubhekisele kuthando lobuzalwana,+ akuyomfuneko ukuba sinibhalele, kuba nani ngokwenu nifundisiwe nguThixo+ ukuba nithandane;+
22 Ngoku njengoko niyisulungekisile+ imiphefumlo yenu ngokuthobela kwenu inyaniso okuphumela kumsa wobuzalwana+ ongenaluhanahaniso, thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+