IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 9:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Ngako oko uPetros wesuka waza wahamba kunye nawo. Yaye xa wafikayo, bamkhokelela kwigumbi eliphezulu; baza bonke abahlolokazi beza kuye belila kwaye bembonisa izambatho zangaphantsi nezangaphezulu+ ezo uDorkas wayefudula ezenza ngoxa wayenabo.+

  • 1 Timoti 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 kodwa ngendlela efanele abafazi abazibanga behlonela uThixo,+ oko kukuthi, ngemisebenzi elungileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share