Roma 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Enyanisweni, baye bakholiswa kukwenjenjalo, ukanti bebenetyala kubo; kuba ukuba iintlanga ziye zabelana ngezinto zazo zokomoya,+ zikwabatyala ukubalungiselela esidlangalaleni aba ngezinto ezizezomzimba wenyama.+ 1 Korinte 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ukuba sihlwayele izinto zokomoya+ kuni, kuyinto enkulu na ukuba siza kuvuna izinto zenyama kuni?+
27 Enyanisweni, baye bakholiswa kukwenjenjalo, ukanti bebenetyala kubo; kuba ukuba iintlanga ziye zabelana ngezinto zazo zokomoya,+ zikwabatyala ukubalungiselela esidlangalaleni aba ngezinto ezizezomzimba wenyama.+