IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Kolose 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 ukuze nihambe ngokumfaneleyo+ uYehova+ nize nimkholise ngokupheleleyo njengoko niqhubeka nivelisa isiqhamo kuwo wonke umsebenzi olungileyo+ lusanda nolwazi lwenu oluchanileyo+ ngoThixo,

  • 2 Petros 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kuba ukuba ezi zinto zikho kuni yaye ziyaphuphuma, ziya kunithintela ekubeni ngabangasebenzi nto okanye abangenasiqhamo+ ngokubhekisele kulwazi oluchanileyo lweNkosi yethu uYesu Kristu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share