Galati 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa ngoku nakuba nifikelele ekumazini uThixo, okanye kunoko ekubeni ngoku nifikelele ekwaziweni nguThixo,+ kwenzeka njani ukuba nibuyele kwakhona kwizinto eziziziqalelo ezibuthathaka+ nezingento+ nize nifune ukuba ngamakhoboka azo kwakhona?+ 2 Petros 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Abhekisa kubo amazwi omzekeliso oyinyaniso, athi: “Inja+ ibuyele emhlanzweni wayo, nehagukazi ehlanjwe umzimba ibuye yaqika-qikeka eludakeni.”+
9 Kodwa ngoku nakuba nifikelele ekumazini uThixo, okanye kunoko ekubeni ngoku nifikelele ekwaziweni nguThixo,+ kwenzeka njani ukuba nibuyele kwakhona kwizinto eziziziqalelo ezibuthathaka+ nezingento+ nize nifune ukuba ngamakhoboka azo kwakhona?+
22 Abhekisa kubo amazwi omzekeliso oyinyaniso, athi: “Inja+ ibuyele emhlanzweni wayo, nehagukazi ehlanjwe umzimba ibuye yaqika-qikeka eludakeni.”+