1 Timoti 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Abafazi bafanele ngokunjalo bandileke, banganyelisi,+ babe ngcathu+ ngokwemikhwa, bathembeke kwizinto zonke.+
11 Abafazi bafanele ngokunjalo bandileke, banganyelisi,+ babe ngcathu+ ngokwemikhwa, bathembeke kwizinto zonke.+