Mateyu 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Malukhanye ngokunjalo ukhanyiselo+ lwenu phambi kwabantu, ukuze babone imisebenzi yenu emihle+ baze bazukise+ uYihlo osemazulwini. Hebhere 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Qhubekani nisithandazela,+ kuba siyathemba ukuba sinesazela esinyanisekileyo, njengoko sinqwenela ukuziphatha ngokunyaniseka kwizinto zonke.+
16 Malukhanye ngokunjalo ukhanyiselo+ lwenu phambi kwabantu, ukuze babone imisebenzi yenu emihle+ baze bazukise+ uYihlo osemazulwini.
18 Qhubekani nisithandazela,+ kuba siyathemba ukuba sinesazela esinyanisekileyo, njengoko sinqwenela ukuziphatha ngokunyaniseka kwizinto zonke.+