IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 53:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+

  • Roma 16:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ke kaloku kuye+ lowo unako ukuniqinisa ngokuvumelana neendaba ezilungileyo endizivakalisayo nokushumayela ngoYesu Kristu, ngokokutyhileka kwemfihlelo engcwele+ ebekungathethwa ngayo kangangamaxesha ahlala ehleli

  • 2 Timoti 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yena wasisindisa+ waza wasibiza ngobizo olungcwele,+ kungengamisebenzi yethu,+ kodwa ngenxa yobubele bakhe obungasifanelanga ukuze afezekise injongo yakhe. Wasenzela obu bubele bungasifanelanga ngoKristu Yesu kwantlandlolo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share