Hebhere 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba ekubeni yena ngokwakhe wabandezeleka ngokuvavanywa,+ unako ukubanceda abo bavavanywayo.+ Hebhere 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Umbingeleli omkhulu esinaye uyavelana+ nobuthathaka bethu, kuba naye wavavanywa ngandlela zonke njengathi, kodwa engenasono.+
15 Umbingeleli omkhulu esinaye uyavelana+ nobuthathaka bethu, kuba naye wavavanywa ngandlela zonke njengathi, kodwa engenasono.+