Mateyu 26:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+ Yohane 12:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Umphefumlo wam ukhathazekile,+ yaye ndiya kuthini na? Bawo, ndisindise kweli lixa.+ Noko ke, kungenxa yoku le nto ndifikile kweli lixa.
39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+
27 Umphefumlo wam ukhathazekile,+ yaye ndiya kuthini na? Bawo, ndisindise kweli lixa.+ Noko ke, kungenxa yoku le nto ndifikile kweli lixa.