Mateyu 26:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+ Yohane 10:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kungenxa yoko le nto uBawo endithanda,+ kuba ndiyawunikezela umphefumlo wam,+ ukuze ndiwufumane kwakhona. Filipi 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngaphezu koko, xa wayekwimo yomntu,+ wazithoba kwada kwasa ekufeni,+ ewe, ukufa kwisibonda sentuthumbo.+
39 Waya ngaphambili umganyana, wawa ngobuso, wathandaza+ esithi: “Bawo, ukuba kunokwenzeka, mayidlule le ndebe+ kum. Kanti, kungekhona ngokuthanda kwam,+ kodwa ngokuthanda kwakho.”+
17 Kungenxa yoko le nto uBawo endithanda,+ kuba ndiyawunikezela umphefumlo wam,+ ukuze ndiwufumane kwakhona.
8 Ngaphezu koko, xa wayekwimo yomntu,+ wazithoba kwada kwasa ekufeni,+ ewe, ukufa kwisibonda sentuthumbo.+