Hebhere 9:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 ngoko ngokunjalo noKristu wanikelwa kwaba kanye+ ukuze athwale izono zabaninzi;+ yaye ukubonakala kwakhe+ okwesibini+ uya kube engenanto yakwenza nesono,+ koko eze kusindisa abo bamfuna ngenyameko.+ Hebhere 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba ngomnikelo+ omnye wombingelelo ubenze bagqibelela+ ngokungapheliyo abo bangcwalisiweyo.
28 ngoko ngokunjalo noKristu wanikelwa kwaba kanye+ ukuze athwale izono zabaninzi;+ yaye ukubonakala kwakhe+ okwesibini+ uya kube engenanto yakwenza nesono,+ koko eze kusindisa abo bamfuna ngenyameko.+