Roma 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba uKristu ukukuphela koMthetho,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo abe nobulungisa.+ Hebhere 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ukutshintshwa+ kobubingeleli, kuveze imfuneko yokuba nomthetho utshintshwe.+