IZenzo 7:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 nina enamkela uMthetho njengoko wawudluliselwa ziingelosi+ kodwa anawugcina.” Galati 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuthekani, ke ngoko, ngoMthetho? Wongezwa ukuze ukunxaxha kubonakaliswe,+ de ifike imbewu+ ekwakwenziwe kuyo isithembiso; yaye wadluliselwa ngeengelosi+ ngesandla somlamli.+
19 Kuthekani, ke ngoko, ngoMthetho? Wongezwa ukuze ukunxaxha kubonakaliswe,+ de ifike imbewu+ ekwakwenziwe kuyo isithembiso; yaye wadluliselwa ngeengelosi+ ngesandla somlamli.+