29 Nicinga ukuba, uya kubalelwa ekuthini ufanelwe sisohlwayo+ esiqatha ngakumbi kangakanani na ke yena umntu oye wanyathela+ uNyana kaThixo noye walibalela ekuthini lelexabiso eliqhelekileyo igazi+ lomnqophiso awangcwaliswa ngalo, noye wawucaphukisa ngendelelo umoya+ wobubele obungasifanelanga?